[Verse]
Thatha ixesha londicinga
Ukhumbul'ukuba
Sakhe sasobabini kwelilizwe
Ntsuku zonke indim nawe
Sibambene ngezandla
Sisithi sofelena
[Chorus]
Apho' (apho') aph uhleli khona? (uhleli khona)
Apho' (apho') aph uhleli-
Ukhe (ukhe) ukhundicinge? (dicinge)
Ukhe (ukhe) ukhundi-
Apho' (apho') aph uhleli khona (uhleli khona)
Apho' (apho') aph uhleli-
Ukhe (ukhe) ukhundicinge? (dicinge)
Apho' (apho') aph uhleli khona?
[Verse]
Thatha ithuba londicinga
Ukhumbul'ukuba
Sakhe sasobabini kwelilizwe
Ntsuku zonke indim nawe
Sibambene ngezandla
Sisithi sofelena
[Chorus]
Apho' (apho') aph uhleli khona? (uhleli khona)
Apho' (apho') aph uhleli-
Ukhe (ukhe) ukhundicinge? (dicinge)
Ukhe (ukhe) ukhundi-
Apho' (apho') aph uhleli khona? (uhleli khona)
Apho' (apho') aph uhleli-
Ukhe (ukhe) ukhundicinge? (dicinge)
Apho' (apho') aph uhleli khona?
Lyrics provided by LRCLIB